Phakamisa Internet Cafe

Phakamisa Internet Cafe Phakamisa Internet cafe is an internet based in Phakamisa Township. We are committed in providing excellent services in our community.
(1)

Home is where the access is.

17/06/2026

Molweni 🥹izolo besibhiyozela iYouth day, lonto ithi umntu omtsha usenethuba lotshintsha ibali lakhe.

Ungasindwendwela at 2011 Newtown, Phakamisa.

Sikuncede ngezizakhono zingezantsi:
-Company registration
-Job Applications
-SARS tax number
-University Applications and many more.

WhatsApp us on 0722795471/ 0723920500

Namhlanje sibhiyozela Usuku Lwabantu Abatsha — ixesha lokukhumbula isibindi, amandla, kunye nezwi labantu abatsha baseMz...
16/06/2026

Namhlanje sibhiyozela Usuku Lwabantu Abatsha — ixesha lokukhumbula isibindi, amandla, kunye nezwi labantu abatsha baseMzantsi Afrika.💻 E-Phakamisa Internet Cafe, siyakholelwa ekomelezeni ulutsha ngolwazi, itekhnoloji, kunye namathuba okukhula.📍 Ndwendwela ePhakamisa Township, eQonce — masikhule kunye!


072 279 5471 / 072 392 0500📧 Email
[email protected]📍 Address
2011 Newtown, Phakamisa Township, Qonce

Molweni bahlali, khasixelele ngalentsasa iPhakamisa Internet Cafe yakunceda njani? Yakwenzela ntoni, waxola?UngaCommenta...
05/06/2026

Molweni bahlali, khasixelele ngalentsasa iPhakamisa Internet Cafe yakunceda njani? Yakwenzela ntoni, waxola?

UngaCommenta nakwi page yethu: Phakamisa Internet Cafe

03/06/2026

Molweni, kuphakathi konyaka ngoku. Iizinto ezininzi esizinqwenelayo azenzekanga ezinye zenzekile. Kodwa ungalibali,alifi iphupha umnikazi esaphila.

Ukuba une business idea, yiqalise. Ungasindwendwela sikuncede ngeCompany Registration ngexabiso eliphantsi.

Une Job Applications osafuna ukuzi Applayela ungasibhalela sikuncede.

Oko uhleli ungafumani skolo? Iselithuba neli loku applaya eziUniversity and Colleges.

Sibhalele bucala on 0723920500/0722795471 ukulele ufumane uncedo.

Xa inqabe oluhlobi imisebenzi, it means your CV must speak for itself. We offer simple yet effective CV drafting that is...
31/05/2026

Xa inqabe oluhlobi imisebenzi, it means your CV must speak for itself.

We offer simple yet effective CV drafting that is ATS approved and also a new format that is not too long and boring.
For only R10 per page for simple CV
R50 - R100 for resume
Application letters are also R10 per page.

Honestly ukwenza CV ibe duru in this economy is just heartless and we are community driven, so our heart belongs to the community. 💯

Whatsapp us on 0722795471 /0723920500
[email protected]

,you got this

For affordable and beautiful designs give us a call /Whatsapp. Our Logo's are R180 Posters are R120 Invitation - R140 (1...
29/05/2026

For affordable and beautiful designs give us a call /Whatsapp.

Our Logo's are R180
Posters are R120
Invitation - R140 (1 page)
Double page invites (R170
Programmes are same price.

Whatsapp us on 0722795471 /0723920500
[email protected]

,you got this

Molweni bantu abadala, bahlali, kwakunye nolutsha. Ukuba udinga ukuprintelwa, copies, applications okanye business regis...
19/05/2026

Molweni bantu abadala, bahlali, kwakunye nolutsha. Ukuba udinga ukuprintelwa, copies, applications okanye business registration sivulile siyi Internet Cafe.

WhatsApp us on 0723920500/0722795471 ukuze ufumane ukuncedwa.

Lixesha le University applications and Assignments ngoku. Ukuba umntwana wakho, use high school kwaye udinga uncedo ngez...
30/04/2026

Lixesha le University applications and Assignments ngoku. Ukuba umntwana wakho, use high school kwaye udinga uncedo ngezizakhono angasibhalela kuwhatsapp ecaleni. 0723920500/0722795471. Afumane uncedo at an affordable price.

#

Universities Open for 2027 Applications.- University of Johannesburg - Central University of Technology - University of ...
14/04/2026

Universities Open for 2027 Applications.
- University of Johannesburg
- Central University of Technology
- University of Free State
- University of Pretoria (if household income is less than R150k annually, no application fee)
- Stellenbosch University (Studied in schools that fall under Quartile 1-3, you don't pay it)
- University of Western Cape
*Universities* *with* *Application Fee* :
- Tshwane University of Technology (R240)
- University of Cape Town (R100)
- Wits University (R100)
- University of Limpopo (R200)
CAO- R250
- University of Kwazulu Natal
- University of Zululand
- Durban University of Technology
- Mangosuthu university of Technology
Contact us on 0723920500/0722795471

go to town???

Molweni bazali, bahlali, ukuba azange ubenathuba lokuya eskolweni emva koMatric amathuba awakapheli. Iphupha alifi umnik...
08/04/2026

Molweni bazali, bahlali, ukuba azange ubenathuba lokuya eskolweni emva koMatric amathuba awakapheli. Iphupha alifi umnikazi essphila. Umntu ngamnye unelungelo lokuphuhlisa iphupho lakhe.
Kuvuliwe for iiUniversity Applications.

Sibhalele ecaleni sikuncede ngee Applications zeskolo:

-Central University
-Stelenbosch
-Rhodes (need the last doc to be completed)
-University Free State
-University of Johannesburg
-University of Pretoria
-University of Mpumalanga-R200
CAO applications-R140 App Fee
-UKZN-
-Zululand
-DUT

System issue:
-University of Cape Town
-Walter Sisulu University

Late apps:
-North West University (1 June)
-Nelson Mandela University (15 April)

WhatsApp us on: 0723920500/0722795471
#

Address

2011 PAKAMISA TOWNSHIP
King William's Town
5601

Opening Hours

Monday 09:00 - 18:00
Tuesday 09:00 - 18:00
Wednesday 09:00 - 18:00
Thursday 09:00 - 18:00
Friday 09:00 - 18:00
Saturday 09:00 - 14:00

Telephone

+27722795471

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Phakamisa Internet Cafe posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Business

Send a message to Phakamisa Internet Cafe:

Share

Category