The Blade youth motivational speaker

The Blade youth motivational speaker Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from The Blade youth motivational speaker, Mobile Phone Shop, Bizana.

Injongo zam kuvula le page Ku motivate abantu abafuna mpumelelo kuyo yonke into nokuncedisa umntwana kwimpumelelo yakhe ngamacebiso plz keep on supporting me nge likes noku invite abantu to like my p

17/02/2022

Ngamanye amaxesha ubosebenzisa ingqondo kunamandla noma sithetha sithini sengeze nento esizithandayo kodwa we are no long to change the fact that AMASOMALIA AZITHATHILE IZITOLO ZABAZALI BETHU and akuyo solution nokuba siwabulale or siwabethe no but kumele sisebenzise ingqondo. Yes we are no longa to change the fact that I generation ezabheka nesisibo ezobe I business minded iyeza and izokwezi ukumelana nale competition nawo amasomalia but okwangoku to deal with this issue as youth of South Africa ukuba thina senze I project.

Actually ababantu abanalo ilungelo lokunikwa umhlaba komkhulu bcz abangabo abalapha and ke abanayo ingqondo yoku operator project sithi thina my black people esikwaziyo bcz ekudalweni kwethu siphiwe I power zokutyala into ikhule nenwele zithi sinobudlelwano nezityalo esiphila kuzo kanti bona bayehluleka kukutyala.

Noma usebenza msebenzi othini urhola kangakanani don't focus kwi salary bcz its design ukuba yonelise ukuba utye kuphela . kufanele kubekhona something oyenzayo ecaleni bcz according to the State umntu ubekelwe iminyaka ethile esebenza then athole umhlala phansi , now kulowo mhlala phansi uzodla ntoni. Youth of South Africa I weekend akuyiyo eyokusela nokujabula alukho usuku okunjalo I weekend ngeyokukhonza wenze I paper work yomsebenzi wakho wasekhaya YOUR PART TIME JOB ixesha lokusela ku late after work. Eg white people baya e bar after work not everyday bakhonza one day not everyday why bcz they know ukuba UMNTU KUMELE EZISEBENZILE.

Zalani ni teach abantwana benu ukuba how to make money, not to teach them how to spend money. Mnike imali aye eskoleni kuba umthume something urholele then umxelele ukuba angayityi yonke ayiveze xa ebuya ukuba ubuye namalini then aphinde asebenze umnike enye ngaphezulu kweya abane ukuba ukubeka imali kuyakwenzela ukuba ubenemali eninzi. LIKE AND SHARE THE BLADE YOUTH MOTIVATIONAL SPEAKER

17/02/2022

Noma singenazo I powers kwi state as youth of South Africa kodwa ukunqaba kwemisebenzi siyakubona ukuba kwenzeka njani and kwenza I South Africa ibekwi poverty line. Ufumanisa ukuba umntu uthi emnye asebenze imisebenzi emibini emrholelayo under government or company state sichithe imali for umntu omnye kodwa ebekhona ongawenza lowo msebenzi. Umzekelo I Teachers ziyarhola as teachers ziphinde ziye e marking centre ziyo marker zirhole again 2 salaries emntwini omnye.

If State singenza i Course for Markers degrees and diplomas at the universities honours, masters PHD in marking ungaba yi Chief marker bcz zikhona then kuqeshwe those people aba qualified for zona not teacher must become marker and pay sound of amount if that amount ibinikwe omnye umntu besingeke sibe kwi poverty line as country. The teacher uzothola ithuba lokuyojonga I businesses zakhe, just ukutisha kuphela angayenzi I marking yenziwe ngabanye nabo barhole as qualified member e South Africa esebenza under government

Some as universities and colleges kubekhona course for invigilators Degree Diplomas, honours, masters, PHD for invigilators ungaba yi Chief invigilator ube qualified ube permanent urhole njengabantu bonke aba under government if kunganjalo singaphuma kule poverty line esikuyo as South Africa or i % lingenyuka lokusebenza kwabantu abafundileyo.LIKE AND SHARE THE BLADE YOUTH MOTIVATIONAL SPEAKER

13/02/2022

Ungabo expect ukuba lomntu umncedileyo isakwanguye ozokunceda chaaa!!! Ubomi abunjalo umncedile nje kukhona abamlindileyo ukuba abancede nawe lindela abanye bazokunceda. Look here I toothbrush ngeyokudlamba amazinyo iyawanceda ukuba abe clean kodwa awukaze ubone amazinyo enceda I toothbrush eyihlamba nawo instead of that use ubone izandla zihlamba I toothbrush off which awukaze ubone I toothbrush ihlamba izandla, amazinyo instead of ancede i toothbrush ukuba icoceke asuke ancede isisu ukuba kufike ukutya kuso sekukrayekile off which awukaze ubone isisu sinceda amazinyo.ubomi kunjalo bantwanabasekhaya kuyancedwana Lona ancede omnye osencedakele ancede omnye. LIKE AND SHARE THE BLADE YOUTH MOTIVATIONAL SPEAKER

05/11/2021

Shiya abangani nabobonke abantu obathandayo uyozama impilo ubuye uhlale nabo ke ungazilibazisi ngabantu libe ikusasa lakho lingakoqhakazi

27/10/2021

FINAL EXAM IS HERE I WOULD LIKE TO SPEAK EBANTWINI ABAYOBHALA EXAM ACCORDINGLY

Abantwana emakowabo ekwenziwa khona amasiko before uyoqala I exam cela utata wakho or any one who in charge ukuba ashise impepho , okokuba akakubike ko khokho bakho or komkhulu bakho ukuba uyoqala ukubhala I exam ucele nokuphasa futhi kubo uzophasa. Am talking from experience GOOD LUCK

Abantwana base NAZARETH ( NABACHU YONYAZI)before niyoqala I exam ningayiqali ningabusisanga ekubusiswayo nikusebenzise until the end of examination.indlela ekusebenziwa ngakho ningabuza nakubani enimayo or nakum ke ningabuza. Am talking from experience GOOD LUCK

Abantwana emakowabo ekungashiswa mpepho kuthandazwayo please ungaliqali I phepha ungathandazanga not kakhulu just since pray wena wedwa, ucele kowenu bakuthandazise ucele kumfundisi akuthandazise or anithandazise nonke nina enikholwayo so that sibhale ne blessings. Talking from experience Good luck

Abantwana abakhule bengathandazi bengakholwa emakowabo besela besenza yonke into abayithandayo. Please before uqale I exams STOP DRINKING UNTIL THE END OF EXAMINATION lizilele ijike lakho ulisele after I exams please uthandaze before uqale exam just silence pray . GOOD LUCK

ALL OF YOU GUYS AVOID UKUFIKA ESKOLENI UXHAWULE ABANTU, HUG, ABANTU, UPHATHE ABANTU bcz abantu bathambise izinto zabo ezizokwenza ukuba ungabhali kahle. LIKE AND SHARE THE BLADE YOUTH MOTIVATIONAL SPEAKER

Okanye andixhume ecaleni ndimnike I contact zakhe
20/10/2021

Okanye andixhume ecaleni ndimnike I contact zakhe

15/10/2021

BUMELE UBOMI BAKHO YILWELE IMPUMELELO YAKHO

If ufuna ukwenza into ngempilo yakho yimele yihambele lonto ukuba abantu abathini kuwe ungabanaki , xa uzazi ukuba yintoni le uyifunayo bhekana nayo. Ubozifundisa ukwenza into wedwa uyigqibe ngaphandle kokuncediswa ukuze ubone ukuba ungakwazi ukuphumelela empilweni yakho. Uboke ulwe ne challenges ezilwa nempumelelo yakho uwedwa uzigqibe ubone ukuba u strong kangakanani nah, sometimes amahloni ayakwenza ungaphumeleli kuba unetloni zokuthi bathini abantu. Sometimes abagani bakho bayakwenza ukuba ungaphumeleli kuba bethi chomi ngeke ukwazi ukuyenza into ethile kuba ubani wazama wehluleka, zibuze wena ukuba ungubani ? Ungabokujabulela ukwehluleka noma singekho isdingo

06/10/2021

APPLICATION FOR UNIVERSITY AND COLLEGE ARE OPENNED

If u need assistance I am available for negotiation price via WhatsApp

Contact 083 426 7895

05/10/2021

Kunentetho esxhoseni ethi AMAHLONI AYAMAKHA UMNTU noma kungenzekantoni empilweni yakho kodwa ukuze ungangeni ehlazweni ubosebenzisa wona AMAHLONI AYAMAKHA UMNTU xa unamahloni angabocinga ukuba udalwe kabi or ngendlela engayiyo kodwa obowazi ukuba ukuze wakheke kufanele ubenamahloni kuba AMAHLONI AYAMAKHA UMNTU

Address

Bizana

Telephone

+27834267895

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when The Blade youth motivational speaker posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share